Ibhinqa nendoda benza urhwebo lwe-Bitcoin kwiifowuni zabo. Ibhinqa nendoda benza urhwebo lwe-Bitcoin kwiifowuni zabo.

Yiba ngumthengisi we-Bitcoin ku-Paxful

Yenza umvuzo ngokuthengisa i-Bitcoin ku-Paxful usebenzisa iindlela zethu zokubhatala ezingaphezu kwe-350

Ngo-Paxful, qalisa ishishini lakho ngemizuzu nje embalwa. Yila amaxabiso nge-Bitcoin yakho, misela iimajini zengeniso, uze uyile amava abathengi awodwa ukuze wandise iingeniso zakho. Bhalisa njengomthengisi namhlanje uze uyile ixabiso lakho lokuqala*

Ndibhalise!
  • Icon depicting multiple features on Paxful.

    Iseti yeefitsha ezifanelekileyo zokulawula urhwebo lwakho, amaxabiso, nobalo

  • Icon depicting Paxful's large user base.

    Ngaphezu kwe 6 miliyoni zabasebenzisi ababhalisiweyo ehlabathini jikelele

  • Icon showing multiple registered vendors on Paxful.

    Ithenjwa ngabangaphezu kwe 12 000 yabathengisi be-Bitcoin ababhalisiweyo

  • Chat icon implying the high-quality support offered by Paxful.

    Inkxaso epheleleyo yamava orhwebo angenamagingxiginxi

The Paxful vendor dashboard showing various useful metrics, details of active trades and also the verification status of the vendor. The Paxful vendor dashboard showing various useful metrics, details of active trades and also the verification status of the vendor.

Zisa i-Bitcoin yakho ku-Paxful uze uyithengise ukuze ufumane ingeniso

  • 350+ iindlela zokubhatala
  • iindleko zentengiselwano 0-2%
  • Inkxaso ye-VIP kubathengisi abanevolyum ephezulu
  • Ushwankathelo lwentengiselwano neengeniso
  • Inkqubo yehlakani ukuze lifake abathengisis abatsha ize wandise ishishini lakho

Rhweba ku-Paxful uze uqalise ishishini lakho le-fintech

Ixabiso langoku le-Bitcoin: 
Indoda ikhomba kwixabiso lorhwebo lwe-Bitcoin alithandayo kwisikrini.

1. Yila okanye khangela ixabiso

Ungabhrawuza okanye uyile amaxabiso kokubini awokuthenga nawokuthengisa i-Bitcoin. Seta amaxabiso akho, fumana iqabane lokurhweba, wenze intengiselwano yakho yokuqala namhlanje.

A man selecting a profile image for his Paxful account.

2. Yakha iprofayile yakho

Fumana abathengi ngokwenza uqinisekiso, ufake umfanekiso weprofayile, uze uqokelele uluvo oluhle. Ukuba nembali yorhwebo ende nentle kunyusa udumo lwakho kuze kukuncede ube nokuthenjwa ngabo banokubangabathengi.

A man and a woman smiling and cheering a successful trade they completed on Paxful.

3. Rhweba uze ufumane iingeniso

Thenga phantsi, thengisa phezulu. Esi sisiseko somzekelo omhle weshishini kwaye siyavuma. Funda okungakumbi mayela nemigangatho yethu yokurhweba ku-Paxful, ngokusuka kwiziko loncedo.

An image showing the Paxful app on a mobile device with links to download it on both iOS and Android.

Hlala usazi, nanini na, naphi na

Sukhathazeka ngokuba uza kuphoswa lurhwebo, okanye imiyalezo esuka kubathengi. U-Paxful kulula ukumsebenzisa yaye uyasebenza kuzo zonke izixhobo zakho. Ii-apps zethu ze-iOS kunye ne-Android, ziza kuqiniseka ukuba usoloko usazi kwaye ulungele ukusebenza.

Ithenjwa ngabangaphezu kwe 12 000 yabathengisi be-Bitcoin ababhalisiweyo

  • Kareninsf user avatar image

    Kareninsf

    Paxful vendor - USA

    Paxful is a wonderful place to buy and sell Bitcoin! I started trading as a small hobby, but I'm now addicted to selling Bitcoin. I love how helpful and welcoming the Paxful community is. I also like that Paxful's dynamic support team is always available in a heartbeat if needed.

  • MaineBitcoin user avatar image

    MaineBitcoin

    Paxful vendor - Maine, USA

    Being a paxful vendor has been great. Support is always responsive and helpful, and best of all I've been able to help many new Bitcoin users get some of their first Bitcoin. It's always rewarding to be the first on-ramp to the currency of the future.

A man introducing and explaining Paxful affiliate program to his friend. A man introducing and explaining Paxful affiliate program to his friend.

Yiba nomvuzo ongakumbi ngeNkqubo yeHlakani yakwa-Paxful

Inkqubo yeHlakani yakwa-Paxful yayilelwa ukukunceda unyuse umvuzo wakho ngokumema abahlobo bakho, usapho, kunye nenethwekhi ayandisiweyo kwiplatfomu yethu.

Ingeniso yangoko nangoko kuRhwebo Ngalunye:

  • 50% yemali yehlakani leNqanaba 1
  • 10% yemali ebhatalwe ngamahlakani abo kwiNqanaba lesi-2
Jonga okungakumbi

* Uyaqonda yaye uyavuma ukuba u-Paxful akaboneleli ngamacebiso ezomthetho, erhafu, okanye otyalo-mali, ibe xa ubona kuyimfuneko, uza kubonana nengcali efanelekileyo ngokokubona kwakho ngaphambi kokusebenzisa iplatfomu yomhlobo kumhlobo ka-Paxful uze ube ngumthengisi. Nceda ukhumbule ukuba indlela owenze ngayo kwixesha elidluleyo ayithethi kuthi uza kwenza njalo kwixesha elizayo. U-Paxful akaqinisekisi okanye akathembisi nto ngendlela ozokwenza ngayo ngokwezimali okanye imiphumo oza kuyifumana ngokuba ngumthengisi wakwa-Paxful kwaye uyaqonda futhi uyavuma ukuba zonke izigqibo zokusebenzisa iplatfom yomhlobo kumhlobo yakwa-Paxful zezakho ngokupheleleyo. Uyaqonda kwaye uyavuma ukuba asibophelelekanga nangayiphi na indlela, kwaye asinambopheleleko kuwe ngokuphathelele, izigqibo zakho. Uyaqonda kwaye uyavuma ukuba akukho neyiphi imeko apho ukusebenzisa iplatfom yomhlobo kumhlobo yakwa-Paxful nokuba ngumthengisi kwenza kubekho unxulumano oluquka ukubonelelwa ngamacebiso otyalo-mali.