Thenga i-Bitcoin e-Singapore

Ukuthatha inyathelo lokuqala kwihlabathi lekhripto kwenziwe kwalula ngoku ngo-Paxful, iplatfom ye-Bitcoin ehamba phambili ekuxhasweni ngabantu emhlabeni. Ngoku unokutshintsha i-SGD yakho ngoko nangoko ibe yi-BTC ngokucofa kambalwa kwilaptop okanye kwifowuni yakho.

Wakuba wenze iakhawunti, unelungelo lokufumana iWalethi ye-Bitcoin esimahla, apho unokulawula imali yakho yekhripto ngokulula emini nasebesuku. Unako nokuyidawunlowuda kwidivaysi yakho ye-iOS okanye ye-Android ukuze ihlale ikunye nawe nokuba uphi. Ngenkqubo yethu ekhuseleke ngendlela engathethekiyo kunye neenkqubo zokunyanzelisa uqinisekiso kwiplatfom, unokuqiniseka ukuba iimali zakho zihlala zikhuselekile. Ngaphezu koko, iqela lethu lenkxaso yabathengi likulungele ukuphendula nawuphi umbuzo ekusenokwenzeka unawo.

Ngoko ke, ngaba ukulungele ukuqalisa uhambo olufana lodwa noluvuzayo ngokwezimali? Bhalisa ku-Paxful namhlanje, thenga i-Bitcoin eSingapore uze usondele kwinkululeko yezimali. Masibonane kungekudala!

Amaxabiso aphambili e I-Dola yaseSingapore kwi E-Singapore

Umthengisi Bhatala nge Eliphantsi

ukubhatala

ukubhatala

Kwidola

JayS3333 +773
Ubonwe 10 ingqalelo ago
Udluliselwano Lwebhanki Bank or Money Wire App
150.00 SGD $0.93 Thenga Thenga
Paxful 6
zlppy2019 +3867
Ubonwe 10 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes FAST AND HONEST
20.00 SGD $0.71 Thenga Thenga
amakhadi okoqobo kuphela
jtgiftcard +5692
Ubonwe 18 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet only physical cards
20.00 SGD $0.66 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela
autumn421 +1137
Ubonwe 2 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes The code starts with X
50 SGD $0.67 Thenga Thenga
amakhadi okoqobo kuphela
Chin5418 +4912
Ubonwe 20 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes Fast safe and honest
50.00 SGD $0.67 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela
Shanial1996 +447
Ubonwe 1 ingqalelo ago
I-PayPal
50.00 SGD $0.67 Thenga Thenga
brilliant_2020 +2784
Kwi-intanethi
Ikhadi Lesipho le-iTunes honest and fast
50.00 SGD $0.70 Thenga Thenga
ii-e-khowudi zamkelwe Akukho qinisekiso ludingekayo Paxful 6
FairPorgy948 +311
Ubonwe 4 iwotshi ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes Honest and fast
50.00 SGD $0.70 Thenga Thenga
amakhadi okoqobo kuphela
Yingzi1993 +10574
Ubonwe 10 iwotshi ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes honest and fast
50.00 SGD $0.71 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo ii-e-khowudi zamkelwe
VVVBB112_FAST_SAFE +7919
Kwi-intanethi
Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet Trusted And Within 1min
20.00 SGD $0.65 Thenga Thenga
ii-e-khowudi zamkelwe Akukho qinisekiso ludingekayo Paxful 6
Brilliant1586 +3091
Ubonwe 2 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes Trade honestly
50.00 SGD $0.71 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela iintlawulo zakwi-intanethi
new_start +661
Ubonwe 1 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes SGD itunes A rapid and re
50.00 SGD $0.71 Thenga Thenga
amakhadi okoqobo kuphela
AgileSturgeon371 +2454
Ubonwe 20 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes Honest fast and reliable
50.00 SGD $0.71 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo Akukho qinisekiso ludingekayo
Chinesered +4516
Kwi-intanethi
Ikhadi Lesipho le-iTunes SGD
50.00 SGD $0.71 Thenga Thenga
amakhadi okoqobo kuphela
Cudoli +1487
Kwi-intanethi
Ikhadi Lesipho le-iTunes Honest fast and professi
50.00 SGD $0.72 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela Paxful 6
AcuteMudfish625 +617
Ubonwe 1 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes Quick honest
50.00 SGD $0.72 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela Paxful 6
AwakeDempsey88 +1952
Ubonwe 14 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-iTunes Trade honestly
25.00 SGD $0.72 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela alukho uthethwano
ItunesGoogleSteamAmazon +18770
Kwi-intanethi
Ikhadi Lesipho le-iTunes Fast transaction
50.00 SGD $0.65 Thenga Thenga
ii-e-khowudi zamkelwe
SereneBoga560 +422
Ubonwe 4 ingqalelo ago
Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet fast and honst
20.00 SGD $0.65 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo amakhadi okoqobo kuphela Paxful 6
mesh500 +43
Kwi-intanethi
I-PayPal family and friends
14.00 SGD $0.88 Thenga Thenga
Akukho qinisekiso ludingekayo iintlawulo zakwi-intanethi

Iindlela zokubhatala eziphambili kwi E-Singapore

Udluliselwano Lwebhanki

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Udluliselwano Lwebhanki namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Udluliselwano Lwebhanki

I-PayPal

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-PayPal namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-PayPal

I-WeChat Pay

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-WeChat Pay namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-WeChat Pay

Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet

Ikhadi Lesipho le-iTunes

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Ikhadi Lesipho le-iTunes namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Ikhadi Lesipho le-iTunes

Ikhadi Lesipho le-eBay

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Ikhadi Lesipho le-eBay namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Ikhadi Lesipho le-eBay

Yintoni u-Paxful?

U-Paxful yiplatfomu ye-Bitcoin Yomhlobo Kumhlobo enxibelelanisa abathengi kunye nabathengisi. Vele nje ukhethe indlela ofuna ukubhatala ngayo uze utayiphe ukuba zingakanani ii-Bitcoin ozifunayo.

Eyona njongo yethu kukunika abantu abasebenzayo iplatfomu elula, enobulungisa nekhuselekileyo ukunika ixabiso loko bakusebenzelayo. Ixesha elininzi iingxaki zethu zinento yokwenza nemali, ukuyifumana nokuyihambisa. Sizinikele ekuvuleni amandla abantu ngokwakha iplatfomu yohambiso-ntlawulo yomhlobo kumhlobo yehlabathi lonke yekamva. U-Paxful ngu-PayPal + u-Uber ne-the peoples Wall Street.

Ngaba ndinokuyithengisa i-Bitcoin ku-Paxful?

Nceda abanye abantu base E-Singapore bafumane i-Bitcoin uze ufumane iingeniso EZINKULU ezifikelela kwi 60% kwintengiso nganye. Qalisa ukuthengisa ngeakhawunti yakho yebhanki yasekuhlaleni ngoku, jonga isikhokelo sethu sasimahla. U-Paxful ufumana abathengi be-Bitcoin abangama-1000 base E-Singapore mihla le.

Yenza iakhawunti uze uqalise ukuthengisa

Fumana Ingeniso Enganamgudu

Unabantu abaninzi obaziyo abafuna ukuthenga i-Bitcoin e E-Singapore? Nge Kiyoski yakho ye-Bitcoin nenkqubo yeHlakani ufumana umvuzo we-2% kurhwebo ngalunye ngonaphakade ngokwabelana nje ngelinki. Qalisa ngoku.