Paxful in Russia

We're committed to growing global financial inclusion by making cryptocurrency trading easy, fair and safe. Due to international restrictions on certain geographies, government bodies, businesses or persons by which Paxful must abide, we're not always able to offer Paxful's popular platform in every region. At the moment, Paxful does not serve users in Russia. There are no individual exceptions being made, nor is a timeline available for the reversal of this decision.

Yenza utyalo-mali lwe-Bitcoin ngokulula nangokukhuselekileyo. U-Paxful yeyona ndawo ifanelekileyo yokuthenga, ukuthengisa nokuthumela i-Bitcoin ngeendlela ezingaphezu kweziyi-300 zokubhatalela i-Bitcoin eziquka udluliselo-mali lwebhanki amakhadi esipho, u-Paypal, u-Western Union, u-Moneygram, amakhadi akho edebhit/ekhredit nezinye ezininzi!

Yintoni u-Paxful?

U-Paxful yiplatfomu ye-Bitcoin Yomhlobo Kumhlobo enxibelelanisa abathengi kunye nabathengisi. Vele nje ukhethe indlela ofuna ukuhlawula ngayo uze utayiphe ukuba zingakanani ii-Bitcoin ozifunayo.

Eyona njongo yethu kukunika abantu abasebenzayo iplatfomu elula, enobulungisa nekhuselekileyo ukunika ixabiso loko bakusebenzelayo. Ixesha elininzi iingxaki zethu zinento yokwenza nemali, ukuyifumana nokuyihambisa. Sizinikele ekuvuleni amandla abantu ngokwakha iplatfomu yohambiso-ntlawulo yomhlobo kumhlobo yehlabathi lonke yekamva. U-Paxful ngu-PayPal + u-Uber ne-the peoples Wall Street.