Thenga i-Bitcoin ngoko nangoko ku E-Azerbaijan

Ngaba ufuna uncedo ekuguquleni i-Azerbaijani Manat (AZN) ibe yi-BTC? U-Paxful, enye yeeplatfom ze-Bitcoin eziphambili emhlabeni zomhlobo kumhlobo, ikholo ukukunceda.

U-Paxful wasekwa ngenjongo yokubandakanywa kwezemali kwihlabathi, kwaye silapha ukunceda nangayiphi na indlela esinokukwenza ngayo oko. Ngenkqubo yethu yokhuseleko olungqingwa kunye nenkonzo yenkxaso yabathengi efumaneka 24/7, ungaqalisa ukurhweba nge-BTC yakho kwindawo engabangeli luxinzelelo. Khetha kumawaka amaxabiso ngokusuka kubathengisi abanokuthenjwa uze ufumane amaxabiso afikelelekayo akulungeleyo. Awubhataleli mirhumo xa uthenga i-Bitcoin kwaye unako ukuhlawula ngazo naziphi iindlela zokubhatala zethu ezingaphezu kwe-300.

Ngaba sele ulungile. Yenza iakhawunti, ufumane iwalethi yakho yeBitcoin yasimahla, uze uqale ukurhweba namhlanje!

Amaxabiso aphambili e I-Manat yaseAzerbaijan kwi E-Azerbaijan

Umthengisi Bhatala nge Eliphantsi

ukubhatala

ukubhatala

Kwidola

KRealer +15
Ubonwe 5 iwotshi ago
I-PayPal Instant Release
35.00 AZN $0.87 Thenga Thenga
abahlobo kunye nosapho
RonsieBrevlix +185
Ubonwe 6 iwotshi ago
I-PayPal Honest Trading
26.00 AZN $0.84 Thenga Thenga
akukho risithi idingekayo Akukho qinisekiso ludingekayo abahlobo kunye nosapho
KAmericanah +181
Ubonwe 5 ingqalelo ago
I-PayPal Instant Release
50.00 AZN $0.79 Thenga Thenga
abahlobo kunye nosapho

Iindlela zokubhatala eziphambili kwi E-Azerbaijan

Udluliselwano Lwebhanki

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Udluliselwano Lwebhanki namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Udluliselwano Lwebhanki

I-PayPal

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-PayPal namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-PayPal

NALIPHI NA ikhadi le-Credit/Debit

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge NALIPHI NA ikhadi le-Credit/Debit namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo NALIPHI NA ikhadi le-Credit/Debit

I-Skrill

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-Skrill namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-Skrill

Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Ikhadi Lesipho le-Steam Wallet

Ikhadi Lesipho le-Google Play

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Ikhadi Lesipho le-Google Play namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Ikhadi Lesipho le-Google Play

Yintoni u-Paxful?

U-Paxful yiplatfomu ye-Bitcoin Yomhlobo Kumhlobo enxibelelanisa abathengi kunye nabathengisi. Vele nje ukhethe indlela ofuna ukubhatala ngayo uze utayiphe ukuba zingakanani ii-Bitcoin ozifunayo.

Eyona njongo yethu kukunika abantu abasebenzayo iplatfomu elula, enobulungisa nekhuselekileyo ukunika ixabiso loko bakusebenzelayo. Ixesha elininzi iingxaki zethu zinento yokwenza nemali, ukuyifumana nokuyihambisa. Sizinikele ekuvuleni amandla abantu ngokwakha iplatfomu yohambiso-ntlawulo yomhlobo kumhlobo yehlabathi lonke yekamva. U-Paxful ngu-PayPal + u-Uber ne-the peoples Wall Street.

Ngaba ndinokuyithengisa i-Bitcoin ku-Paxful?

Nceda abanye abantu base E-Azerbaijan bafumane i-Bitcoin uze ufumane iingeniso EZINKULU ezifikelela kwi 60% kwintengiso nganye. Qalisa ukuthengisa ngeakhawunti yakho yebhanki yasekuhlaleni ngoku, jonga isikhokelo sethu sasimahla. U-Paxful ufumana abathengi be-Bitcoin abangama-1000 base E-Azerbaijan mihla le.

Yenza iakhawunti uze uqalise ukuthengisa

Fumana Ingeniso Enganamgudu

Unabantu abaninzi obaziyo abafuna ukuthenga i-Bitcoin e E-Azerbaijan? Nge Kiyoski yakho ye-Bitcoin nenkqubo yeHlakani ufumana umvuzo we-2% kurhwebo ngalunye ngonaphakade ngokwabelana nje ngelinki. Qalisa ngoku.