Yenza iakhawunti yakho

Bhalisa ngoku uze ufumane eyakho iwalethi yehlakani yasimahla.

  • Iingcebiso:
  • Yenza iphaswedi yakho ibe yeyomeleleyo ngokuthi ubuncinane ibe ziikharektha ezi 8 kunye nendibanisela yoonobumba akakhulu nabancinci, amanani, kunye neesimboli. Okukhona inde kokukhona kubhetele. Iiphaswedi ezinde kunzima ngamasela ukuba azazi.
  • Cinga ngokusebenzisa u-$ endaweni ka-S okanye u-1 endaweni ka-L, okanye ufake u-& okanye u-% - kodwa phawula ukuba u-$1ngle AYIYO phaswedi intle. Kodwa u-Mf$J1ravng (osisishunqulelo sokuthi- "My friend Sam Jones is really a very nice guy) yiphaswedi entle ngeyona ndlela.
Ngokucofa kuYenza iakhawunti uyayivuma Imimiselo Yesevisi yakwa-Paxful, our Imimiselo Yesevisi Yenkqubo Yehlakani,kunyeNesaziso Sobumfihlo

Bhrawuza amaxabiso