Nceda ulinde ngoxa sisakukhangelela awona maxabiso mahle.

Sell to

Get paid with

js.rate_per_crypto.usdc

Ithengiswa njani i USD Coin kwiPaxful

I-Paxful yenza kube lula kubo bobabini abasaqalayo kunye neengcali ukufikelela kwinkululeko yezemali. Kwaye njengoko siyindawo yentengiso yoontanga-kuye, ungathengisa i-USD Coin (USDC) ngokuthe ngqo kwizigidi zabasebenzisi kwihlabathi liphela ngaphandle kwesidingo samaziko ebhanki okanye amaqumrhu!

Naku okumele ukwenze:

Phambi kokuba uqalise ukuthengisa i-USD Coin, kufuneka wenze kuqala kwaye uqinisekise i-akhawunti yakho ye-Paxful okanye ungene kweyakho esele ikho. Nje ukuba ungene, landela la manyathelo:

  1. Misela imimiselo yakho - Misela elona xabiso liphezulu le-USD Coin ofuna ukulithengisa kwaye ukhethe indlela yokuhlawula oyikhethayo. Unokuseta imali oyikhethayo kunye nendawo okuyo ukuba uyathanda.
  2. Khangela Amaxabiso - Emva kokuseta imimiselo yakho, cofa ku Khangela Amaxabiso ukuze ubone ukhetho lwamaxabiso afaneekileyo onokukhetha kuwo.
  3. Hlola ixabiso - Ngaphambi kokuba uqhubekeke, ungalibali ukuhlola zonke iinkcukacha ezibalulekileyo zomthengi wakho kuquka izinga lakhe loqinisekiso, inani lorhwebo oluphumeleleyo, noluvo olusuka kwabanye abasebenzisi.
  4. Start the trade - If you find a reputable buyer, click Sell. to review the terms and conditions set by the buyer. If you agree, enter the amount of %1s you’re willing to trade and click Sell Now. This then brings you to a live trade chat and temporarily transfers your %1s to our secure escrow.
  5. Gqibezela urhwebo: Nje ukuba ufumene intlawulo kwaye umthengi ufezekise isiphelo sakhe sorhwebo, unokukhulula i-USD Coin kwi-escrow kwi-wallet yabo. Unako kwakhona ukukhuphela irisithi yoluntu ukuba unqwenela ukugcina irekhodi yentengiselwano.
  6. Shiya uluvo - Ungalibali ukusixelela ngamava akho kunye neqabane lakho lezorhwebo emva kodluliselwano oluphumeleleyo.

Jonga Isiseko sethu soLwazi ukufunda banzi malunga nokuthengisa i-https://paxful.com/xh/list-crypto-buy-sell-ad ngoko nangoko. Unokwenza unikezelo ukuba ufuna ukuseta eyakho imigaqo okanye imiyalelo yorhwebo. Ungalibazisi ukufikelela kwiqela lethu lenkxaso ukuba unayo nayiphi na imibuzo. Urhwebo olumnandi!