Hamba no-Paxful naphi na nge-mobile app yethu

thumela, fumana, uze urhwebe i-Bitcoin naphi na uya khona nge-mobile wallet app yakwa-Paxful. Yilawule ngokupheleleyo i-BTC yakho uze ukhange urhwebo lwakho kwangalo mzuzu.

Skena iKhowudi ye-QR okanye uyidawnlowude kwi-app store:

content-illustration content-illustration
content-illustration

Iifitsha

  • Thumela uze ufumane i-Bitcoin kwiwalethi yakho yobuqu yabucala yekhriptokharensi
  • Landelela urhwebo lwakho oluvulekileyo ku-Paxful ukuze wazi ngemo yangoku yentengiselwano yakho yakutshanje njengoko uthenga uze uthengise i-Bitcoin
  • Yenza iprofayile yakho yeWalethi yakwa-Paxful ibe yeyobuqu ukuze abantu abathengiselana nawe bakwazi ukuba nguwe
  • Gcina ngokukhuselekileyo i-Bitcoin yakho oyisebenzele nzima uze uhlole ibhalansi yakho kwangaloo mzuzu
  • Yabelana ngedilesi yakho yewalethi ye-Bitcoin okanye ngekhowudi ye-QR kunye nabanye abarhwebi nabahlobo
  • Fumana iireythi ezihlaziyiweyo zokuguqula i-Bitcoin iye kwi-fiat ngexesha lakho
  • Fumana isaziso se-push esimayela norhwebo namaxabiso akho
  • Awukwazi ukufikelela ku-Google Play? Cofa apha ukuze ufunde ungakwenza njani