Nceda ulinde ngoxa sisakukhangelela awona maxabiso mahle.

Buy from

Bhatala nge

Price per Bitcoin

Indlela yokuThenga i-Bitcoin ngeApple Pay

Ukuguqula i-Apple Pay ibhalansi ibe yi-Bitcoin kulula kwaye ikhuselekile kwi-Paxful.  Ikhuselwe yi-escrow , indawo yethu yentengiso yoontanga ikuvumela ukuba urhwebe kunye namawaka wabathengisi be-Bitcoin kwihlabathi liphela, nangaluphi na usuku lweveki, ngaphandle kokuhlawula imali eyongezelelweyo. Ungathenga iBitcoin usebenzisa iApple Pay ngamanyathelo ambalwa alula:

Okokuqala, ngena kwiakhawunti yakho yakwa-Paxful okanye uwenze ukuba umtsha kwiplatfom. Wakuloga ungene, cofa ku Thenga i-Bitcoin uze usete i "Apple Pay" njengendlela yokubhatala oyikhethayo ukuze ibonise onke amaxabiso ahambelana neemfuno zakho.

Izinto zokuqala kuqala, sicebisa ukuba ujonge iprofayile yomthengisi ngamnye kunye nokufunda okubhalwe ngabathengi bangaphambili ukuze uhlole ukuthembeka kwakhe.

Xa ubona ixabiso elibalaseleyo lomthengisi onokuthenjwa, cofa u Thenga ukuze ufunde imimiselo yexabiso lakhe. Mthengisi ngamnye unoludwe lwemiqathango kodwa uninzi luya kufuna ukuba uthumele ikopi edijithali ye-ID yakho ekhutshwe ngurhulumente kunye neskrinshoti esibonisa eyona mali esele ifakiwe kwi-Apple Pay.

Ukuba ufumanisa ukuba imimiselo ayavumelana nayo, hit Yamkela iMimiselo uze uThenge ii-Bitcoins Ngoku! ukuze uqale incoko yangoku nomthengisi. Thumela intlawulo kuphela xa umthengisi ekuxelela ukuba wenze njalo uze ngokukhawuleza ucofe ku Phawula njengeBhatelweyo emva kokudlulisela imali ngokusuka kwiakhawunti yakho ye-Apple Pay. Akuyiqinisekisa intlawulo umthengisi, uza kukhululela i-BTC kwi Wolethi yakho ye-Bitcoin yakwa-Paxful .

Nantso ke, uthenge i-BTC nge-Apple Pay! Ngoku ungayisebenzisa ukuhlawulela iisevisi, uku-odola iimveliso, okanye ukuyisebenzisela iinjongo ozicingayo. Ngokuphathelele imibuzo, uluvo, okanye iinkxalabo mayela neplatfom yethu, cofa ku Siqhagamshele ukuze uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso yabathengi elizinikeleyo.