
Masinxibelelane kumajelo encoko kwaye siza kukugcina usazi mayela noko kwenzekayo ku-Paxful nakwihlabathi lekhripto. Naku apho uya kufumana khona iiakhawunti zethu ezisemthethweni zencoko—kwaye siza kulihlaziya eli phepha kunye nalo naliphi na esilongezayo.
Masinxibelelane!