Buy Bitcoin in South Africa

I-Paxful, eyona platfom ye-Bitcoin yomhlobo kumhlobo ihamba phambili emhlabeni, ngoku iseMzantsi Afrika sele ikulungele ukukunceda uguqule iRandi yakho (ZAR) ibe yi-BTC ngeyona ndlela ikhuselekileyo kangangoko kunokwenzeka. UMzantsi Afrika unoluntu lwaku-Paxful olukhula ngokukhawuleza. Kwinyanga nje ephelileyo, imikhamo yezorhwebo anyukele ngeyona ndlela yayoqabela kwi-2.5M USD yexabiso le-BTC. Nawe tshona khona ngokwenza iakhawunti uze ufumane iwolethi yakho yasimahla ye-Bitcoin namhlanje!

Siluthatha nzulu ukhuseleko ku-Paxful, yiyo loo nto siyile inkqubo yokhuselo oyomeleleyo yokukhusela iwalethi yakho kuko nakuphi ukuchanabeka. Ngokuba nogunyaziso lwenyathelo lesibini njengokhuseleko olongezelelekileyo kunye neqela lenkonzo yabathengi efumaneka 24/7 ekulungeleyo ukukunceda nangawuphi na umzuzu. Ungathenga i-Bitcoin ngoxolo njengoko sikuncedisa ukukhathaleleni imali yakho nokukhuseleka kwayo.

Usoloko usendleni? Akukho ngxaki. Lawula iimali zakho naphi na apho ukhoyo kwisixhobo sakho se-Android okanye se-iOS ngokudawnlowuda i-app yethu yemobhayile!

Amaxabiso aphambili e IRandi yaseMzantsi Afrika kwi EMzantsi Afrika

Umthengisi Bhatala nge Eliphantsi

ukuhlawula

ukuhlawula

Kwidola

RoundSculpin671 +26
Ubonwe 1 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki All banks
US$2 000.00 ZAR $US$0.99 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko akukho bantu besithathu urhwebo Olukhokelwayo
BoundScup715 +3
Ubonwe 5 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki All banks
US$500.00 ZAR $US$0.72 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko akukho bantu besithathu urhwebo Olukhokelwayo
SoothTamarin233 +4
Ubonwe 12 ingqalelo ago
Udluliselwano Lwebhanki all
US$1 000.00 ZAR $US$0.80 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko akukho bantu besithathu urhwebo Olukhokelwayo
Mbongiseni0622 +12
Ubonwe 2 iwotshi ago
I-FNB E-WALLET
US$200.00 ZAR $US$0.80 Thenga Thenga
ApieTrading +11
Ubonwe 4 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki Capitec thymebank
US$200.00 ZAR $US$0.79 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko akukho bantu besithathu urhwebo Olukhokelwayo
SnappyBittern501 +126
Ubonwe 11 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki Bank transfer
US$300.00 ZAR $US$0.79 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko akukho bantu besithathu urhwebo Olukhokelwayo
SnappyBittern501 +126
Ubonwe 11 iwotshi ago
I-FNB E-WALLET
US$300.00 ZAR $US$0.78 Thenga Thenga
BiggKoin +9
Ubonwe 5 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki Capitec
US$1 000.00 ZAR $US$0.78 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko urhwebo Olukhokelwayo
SnappyBittern501 +126
Ubonwe 11 iwotshi ago
Imali engekho seKhadini
US$191.00 ZAR $US$0.78 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko
ValuedStarling707 +395
Ubonwe 5 iwotshi ago
UkuDiphozitha iMali eBhankini Capitec standard
US$200.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
DayTrader55 +54
Ubonwe 9 iwotshi ago
I-FNB E-WALLET WTC Trading Union
US$2 000.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
Nolo_eazzey +194
Ubonwe 3 iwotshi ago
I-FNB E-WALLET Fnb ewallet only
US$300.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko alukho uthethwano
Nolo_eazzey +194
Ubonwe 3 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki All banks
US$500.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko urhwebo Olukhokelwayo
Nolo_eazzey +194
Ubonwe 3 iwotshi ago
Imali engekho seKhadini All banks and outlets
US$500.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko
LwaVee +860
Ubonwe 6 iwotshi ago
Imali engekho seKhadini Cellphone number payments
US$500.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko
LwaVee +860
Ubonwe 6 iwotshi ago
I-FNB E-WALLET FNB Capitec Absa Standard
US$500.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga
Nolo_eazzey +194
Ubonwe 3 iwotshi ago
UkuDiphozitha iMali eBhankini Deposit at outlets
US$1 000.00 ZAR $US$0.71 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko i-id yefoto iyafuneka ikheshi kuphela
OvertFly232 +349
Ubonwe 3 iwotshi ago
Udluliselwano Lwebhanki Tymebank
US$200.00 ZAR $US$0.80 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko akukho bantu besithathu urhwebo Olukhokelwayo
BiggKoin +9
Ubonwe 5 iwotshi ago
Imali engekho seKhadini Cash sendsewallets
US$194.00 ZAR $US$1.01 Thenga Thenga
irisithi iyimfuneko ikheshi kuphela
DayTrader55 +54
Ubonwe 9 iwotshi ago
Imali engekho seKhadini WTC Trade Union
US$500.00 ZAR $US$0.77 Thenga Thenga

Iindlela zokubhatala eziphambili kwi EMzantsi Afrika

I-FNB E-WALLET

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-FNB E-WALLET namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-FNB E-WALLET

Udluliselwano Lwebhanki

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Udluliselwano Lwebhanki namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Udluliselwano Lwebhanki

UkuDiphozitha iMali eBhankini

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge UkuDiphozitha iMali eBhankini namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo UkuDiphozitha iMali eBhankini

I-PayPal

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-PayPal namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-PayPal

I-Perfect Money

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-Perfect Money namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo I-Perfect Money

Imali engekho seKhadini

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge Imali engekho seKhadini namhlanje.

Thenga i-Bitcoin ngo Imali engekho seKhadini

Yintoni u-Paxful?

U-Paxful yiplatfomu ye-Bitcoin Yomhlobo Kumhlobo enxibelelanisa abathengi kunye nabathengisi. Vele nje ukhethe indlela ofuna ukuhlawula ngayo uze utayiphe ukuba zingakanani ii-Bitcoin ozifunayo.

Eyona njongo yethu kukunika abantu abasebenzayo iplatfomu elula, enobulungisa nekhuselekileyo ukunika ixabiso loko bakusebenzelayo. Ixesha elininzi iingxaki zethu zinento yokwenza nemali, ukuyifumana nokuyihambisa. Sizinikele ekuvuleni amandla abantu ngokwakha iplatfomu yohambiso-ntlawulo yomhlobo kumhlobo yehlabathi lonke yekamva. U-Paxful ngu-PayPal + u-Uber ne-the peoples Wall Street.

Ngaba ndinokuyithengisa i-Bitcoin ku-Paxful?

Nceda abanye abantu base EMzantsi Afrika bafumane i-Bitcoin uze ufumane iingeniso EZINKULU ezifikelela kwi 60% kwintengiso nganye. Qalisa ukuthengisa ngeakhawunti yakho yebhanki yasekuhlaleni ngoku, jonga isikhokelo sethu sasimahla. U-Paxful ufumana abathengi be-Bitcoin abangama-1000 base EMzantsi Afrika mihla le.

Yenza iakhawunti uze uqalise ukuthengisa

Fumana Ingeniso Enganamgudu

Unabantu abaninzi obaziyo abafuna ukuthenga i-Bitcoin e EMzantsi Afrika? Nge Kiyoski yakho ye-Bitcoin nenkqubo yeHlakani ufumana umvuzo we-2% kurhwebo ngalunye ngonaphakade ngokwabelana nje ngelinki. Qalisa ngoku.