Nceda ulinde ngoxa sisakukhangelela awona maxabiso mahle.

Buy from

Bhatala nge

js.rate_per_crypto.usdc

Uzithenga Njani ii USD Coin kwi-Paxful

I-Paxful ijolise ekuziseni ukubandakanywa kwezemali kwizigidi zabantu abangenamali ebhankini kwihlabathi jikelele. Senza kube lula kwaye kukhuseleke ukutshintshiselana ngemali yakho okanye ezinye ii-cryptocurrencies kwi USD Coin (USDC) kwaye uyisebenzise apho ufuna khona kakhulu, ukusuka ekuthengeni kwemihla ngemihla ukuya kutyalo-mali oluqikelelwayo.

Indawo yethu yentengiso enikwe amandla ngabantu ikuvumela ukuba uthenge USD Coin ngqo kubasebenzisi kwihlabathi liphela, ngaphandle kweebhanki okanye abanye abalamli ababandakanyekayo. Nantsi indlela onokuthi uthenge ngayo i-USDC ngoko nangoko:

  1. Bhalisa i-akhawunti – Ukubhalisa ukuze ufumane isipaji sedijithali sasimahla apho unokugcina ngokukhuselekileyo i-USDC yakho.
  2. Khangela amaxabiso –Zikhethele indlela yokubhatala oyithandayo, faka imali oza kuyisebenzisa kuyo nayiphi ikharensi, uze ucofe ku Khangela Amaxabiso. Yihlole ngokucokisekileyo imimiselo yexabiso ngalinye uze uhlole iprofayile yomthengisi. Ziqwalasele ngokusondeleyo iireythi zakhe, ukubakho, noluvo olusuka kurhwebo lwangaphambili.
  3. Qalisa ukurhweba – Ukuba uyavumelana neemfuno zomthengisi, faka imali ofuna ukuyisebenzisa uze uqalise ukurhweba. oku kuza kuvulela incoko yangoku apho umthengisi aya kukubonelela ngemiyalelo eneenkcukacha. Landela imiyalelo yakhe njengokuba injalo kwaye ungalibazisi ukubuza nayiphi na imibuzo.
  4. Receive %1s – After you send the payment and mark the trade as paid, give the seller a few moments to verify the transaction. They’ll then release the %1s directly into your Paxful wallet.
  5. Shiya uluvo – Xelela thina nabanye abasebenzisi ngokuphathelele amava akho kunye neqabane lakho lezorhwebo. Oku kubalulekile ekugcineni iplatfomu yethu ikhuseleke kuwo wonke umntu.

Jonga indlela ekhuseleke ngayo, ekhawulezayo, kwaye kulula kangakanani ukuthenga i-https://paxful.com/support/en-us kwi-Paxful? Ngeendlela zokuhlawula ezingama-300+ onokukhetha kuzo, ukurhweba nge-crypto ngoku akulula njengoko kunokuba njalo. Ndwendwela Isiseko sethu soLwazi okanye uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso ngolwazi oluthe kratya.

Ngaphezulu kweendlela ezingama-300 zokuhlawula kuquka nemali, ukudluliselwa kwebhanki, kunye namakhadi esipho, ukuthenga i https://paxful.com/support/en-us akuzange kube lula. Awuyiboni indlela yokuhlawula oyikhethayo? Sazise kwaye siza kuzama ukuyongeza kwiqonga lethu. Ngolwazi oluthe vetshe, jonga Isiseko soLwazi okanye uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso.