Thenga uze uThengise i-Bitcoin (BTC) e-Nigeria

Khusela imali yakho kwi-Naira eyehlayo uze ukhusele ikharensi yakho nge-Bitcoin. Thenga i-Bitcoin ngalo naluphi ukhetho lokubhatala kuquka Ikhadi Lesipho le-Amazon, Ikhadi Lesipho lee-iTunes nangodluliselo-mali lwaseBhanki!

Ingaphezu kwe 1000 i-Bitcoin esele ithengisiwe e-Nigeria!

Bukela ividiyo yethu efundisa ngendlela elula yokuthenga i-Bitcoin

Funda Okungakumbi

Thenga i-Bitcoin ngoku

Thenga i-Bitcoin nge

  • Udluliselwano Lwebhanki
  • I-MTN Mobile Money
  • I-Chipper Cash
  • I-Perfect Money
    Ngoko nangoko—I-ID ingafuneka
  • UkuDiphozitha iMali eBhankini
    Ngoko nangoko—Elona xabiso

1. Khetha indlela yokubhatala kwicala lasekhohlo

1. Khetha indlela yokubhatala kwezi zingasentla

Khetha kwiindlela zokubhatala eziphezulu e-Nigeria. Okanye ufumane nayiphi na enye indlela yokubhatala kukhetho olulapha ngezantsi lweendlela zokubhatala eziphezulu.

2. Tayipha imali yakho

2 000 000+
Iiwalethi zakwa-Paxful
6 000 000+
Abathengi abonwabileyo
12 000+
Amaxabiso anokuthenjwa

Ungathenga i-Bitcoin ngeendlela eziliqela

Yintoni u-Paxful?

U-Paxful yiplatfomu ye-Bitcoin Yomhlobo Kumhlobo inxibelelanisa abathengi kunye nabathengisi. Vele nje ukhethe indlela ofuna ukubhatala ngayo uze utayiphe ukuba ufuna i-Bitcoin engakanani.

Eyona njongo yethu kukunika abantu abasebenzayo iplatfomu elula, enobulungisa nekhuselekileyo ukunika ixabiso loko bakusebenzelayo. Ixesha elininzi iingxaki zethu zinento yokwenza nemali, ukuyifumana nokuyihambisa. Sizinikele ekuvuleni amandla abantu ngokwakha iplatfomu yohambiso-ntlawulo yomhlobo kumhlobo yehlabathi lonke yekamva. U-Paxful ngu-PayPal + u-Uber ne-Wall Street yabantu abaqhelekileyo.

Ngaba ndinokuyithengisa i-Bitcoin ku-Paxful?

Nceda ama-Nigeria afumane i-Bitcoin uze ufumane iingeniso EZINKULU ezifikelela kwi 60% kwintengiso nganye. Qalisa ukuthengisa ngeakhawunti yakho yebhanki yase-Nigeria ngoku, jonga isikhokelo sethu sasimahla. U-Paxful ufumana amawaka abathengi be-Bitcoin abasuka e-Nigeria mihla le.

Yenza iakhawunti uze uqalise ukuthengisa

Fumana Ingeniso Enganamgudu

Unabantu abaninzi obaziyo abafuna ukuthenga i-Bitcoin e-Nigeria? Nge Kiyoski ye-Bitcoin nenkqubo yeQabane ufumana umvuzo 2% kurhwebo ngalunye ngonaphakade ngokwabelana nje ngelinki. Qalisa ngoku.

Kutheni iyi-Bitcoin?

I-Bitcoin yinto exabisekileyo yedijithali kwaye ikwayindlela yokubhatala. U-Paxful wenza kube lula ukutshintshela amakhadi esipho akho abe yi-Bitcoin aphinde ayeke ukuba yiBitcoin. I-Bitcoin iye yayinto exabisekileyo kwihlabathi lethu ledijithali. Ungayigqala njengegolide ekuhlobo lwe-intanethi. Njengegolide, ixabiso le-Bitcoin lihla linyuka kwaye kulindelekile ukubona ukukhula okuzinzileyo kwixabiso le-Bitcoin, ingakumbi xa iimeko zezoqoqosho zingazinzanga.

Emva kokufumana i-Bitcoin ungenza nantoni na oyifunayo. Unokhetho lokuyigcina kwiwalethi yakho yakwa-Paxful, uthengise i-Bitcoin uze ufumane iidola zase-US okanye ngayo nayiphi enye ikharensi. Futhi i-Bitcoin yakho ungayithumela kuyo nakweyiphi na enye iwalethi ye-Bitcoin.

Ungayisebenzisa kwintoni i-Bitcoin?

Ukuze ubone uluhlu lwabarhwebi abayamkelayo i-Bitcoin yiya ku https://spendabit.co/merchants.

Sebenzisa i-Bitcoin kwiinzala-mali zakho

I-Bitcoin isezindabeni

Iplatfomu entsha ye-Bitcoin ingqalelo yayo ise-Nigeria
http://www.itwebafrica.com/home-page/e-commerce/700-nigeria/237389-new-bitcoin-marketplace-focuses-on-nigeria

Ukuthenga nokuthengisa i-Bitcoin kwenziwe kwalula ngu-Paxful
http://www.newsbtc.com/2016/09/21/buying-and-selling-bitcoins-made-easy-by-paxful/

Iinkampani ezinkulu zamkela i-Bitcoin