Thenga uze uThengise i-Bitcoin (BTC) e-China

Yenza utyalo-mali lwe-Bitcoin ngokulula nangokukhuselekileyo. U-Paxful yeyona ndawo ifanelekileyo yokuthenga, ukuthengisa nokuthumela i-Bitcoin ngeendlela ezingaphezu kweziyi-300 zokubhatalela i-Bitcoin eziquka udluliselo-mali lwebhanki kunye ne-WeChat Pay!

Funda Okungakumbi

Thenga i-Bitcoin ngoku

Tshintshela kulwimi lwesiTshayina (简体中文(SC))

Thenga i-Bitcoin nge

  • Udluliselwano Lwebhanki
  • I-WeChat Pay
    Elona xabiso—I-ID ingafuneka
  • I-PayPal
    Ngoko nangoko—I-ID iyafuneka
  • I-Payoneer
    Ngoko nangoko—I-ID ingafuneka
  • I-Litecoin LTC

1. Khetha indlela yokubhatala kwicala lasekhohlo

Khetha kwiindlela zokubhatala eziphezulu e-China. Okanye khangela nayiphi na enye indlela yokubhatala ngokusuka kolu khetho lungezantsi lweendlela eziphambili.

2. Tayipha imali oza luyisebenzisa

2 000 000+
Iiwalethi zakwa-Paxful
6 000 000+
Abathengi abonwabileyo
12 000+
Amaxabiso anokuthenjwa

Ungathenga i-Bitcoin ngeendlela eziliqela

Yintoni u-Paxful?

U-Paxful yiplatfomu ye-Bitcoin Yomhlobo Kumhlobo enxibelelanisa abathengi kunye nabathengisi. Vele nje ukhethe indlela ofuna ukubhatala ngayo uze utayiphe ukuba zingakanani ii-Bitcoin ozifunayo.

Eyona njongo yethu kukunika abantu abasebenzayo iplatfomu elula, enobulungisa nekhuselekileyo ukunika ixabiso loko bakusebenzelayo. Ixesha elininzi iingxaki zethu zinento yokwenza nemali, ukuyifumana nokuyihambisa. Sizinikele ekuvuleni amandla abantu ngokwakha iplatfomu yohambiso-ntlawulo yomhlobo kumhlobo yehlabathi lonke yekamva. U-Paxful ngu-PayPal + u-Uber ne-the peoples Wall Street.

Ngaba ndinokuyithengisa i-Bitcoin ku-Paxful?

Nceda amaTshayina afumane i-Bitcoin uze ufumane iingeniso EZINKULU ezifikelela kwi 60% kwintengiso nganye. Qalisa ngoku ukuthengisa ngeeakhawunti zakho ze-WeChat Pay okanye ngeakhawunti yakho yebhanki yaseTshayina! Jonga isikhokelo sethu sasimahla. U-Paxful ufumana amawaka abathengi be-Bitcoin abavela eTshayina mihla le.

Yenza iakhawunti uze uqalise ukuthengisa

Fumana Ingeniso Enganamgudu

Wazi abantu abaninzi abafuna ukuthenga i-Bitcoin eTshayina? NgeKiyoski yakho ye-Bitcoin kunye nenkqubo yeQabane ufumana ingeniso ye 2% kurhwebo ngalunye ngonaphakade ngokwabelana nje ngelinki. Qalisa ngoku.

Kutheni iyi-Bitcoin?

I-Bitcoin yi-asethi yedijithali exabisekileyo kwaye ikwaluhlobo lokubhatala. U-Paxful wenza kube lula ukuthenga nokuthengisa i-Bitcoin nge-WeChat Pay, ngodluliselo-mali lwebhanki nangamakhadi esipho. I-Bitcoin iye yayi-asethi exabisekileyo kwihlabathi lethu ledijithali. Ungayijonga njengegolide ekuhlobo lwe-intanethi. Ngokufanayo negolide, ixabiso le-Bitcoin lihla linyuka kwaye kulindelekile ukubona ukukhula okuzinzileyo kwixabiso le-Bitcoin, ingakumbi xa iimeko zezoqoqosho zingazinzanga.

Emva kokufumana i-Bitcoin ungenza nantoni na oyifunayo. Unokhetho lokuyigcina kwiwalethi yakho yakwa-Paxful, uthengise i-Bitcoin ngeedola zase-US okanye ngayo nayiphi enye ikharensi. Futhi i-Bitcoin yakho ungayithumela kuyo nakweyiphi na enye iwalethi ye-Bitcoin.

Ungayisebenzisa kwintoni i-Bitcoin?

Ukuze ubone uluhlu lwabarhwebi abayamkelayo i-Bitcoin yiya ku https://spendabit.co/merchants.

Sebenzisa i-Bitcoin kwizinto ozithandayo

I-Bitcoin isezindabeni



Iinkampani ezinkulu zamkela i-Bitcoin