Thenga i-Bitcoin (BTC) nge I-ApplePay

U-Paxful ukwenza kube lula kwaye kukhuseleke ukuba uthenge nokuba ube nekhriptokharensi. Fumana elona xabiso ligqibeleleyo apha ngezantsi uze uthenge ikhriptokharensi nge I-ApplePay namhlanje.

Nceda ulinde ngoxa sisakukhangelela awona maxabiso mahle.

Thenga Ku

Bhatala Nge

Ixabiso le-Bitcoin nganye

Indlela yokuThenga i-Bitcoin ngeApple Pay

Turning your Apple Pay balance into Bitcoin is easy and secure on Paxful. Protected by escrow, our peer-to-peer marketplace allows you to trade with thousands of Bitcoin vendors around the world, any day of the week, without having to pay extra fees. You can buy Bitcoin using Apple Pay in a few simple steps:

Okokuqala, ngena kwiakhawunti yakho yakwa-Paxful okanye uwenze ukuba umtsha kwiplatfom. Wakuloga ungene, cofa ku Thenga i-Bitcoin uze usete i "Apple Pay" njengendlela yokubhatala oyikhethayo ukuze ibonise onke amaxabiso ahambelana neemfuno zakho.

Izinto zokuqala kuqala, sicebisa ukuba ujonge iprofayile yomthengisi ngamnye kunye nokufunda okubhalwe ngabathengi bangaphambili ukuze uhlole ukuthembeka kwakhe.

Xa ubona ixabiso elibalaseleyo lomthengisi onokuthenjwa, cofa u Thenga ukuze ufunde imimiselo yexabiso lakhe. Mthengisi ngamnye unoludwe lwemiqathango kodwa uninzi luya kufuna ukuba uthumele ikopi edijithali ye-ID yakho ekhutshwe ngurhulumente kunye neskrinshoti esibonisa eyona mali esele ifakiwe kwi-Apple Pay.

Ukuba ufumanisa ukuba imimiselo ayavumelana nayo, hit Yamkela iMimiselo uze uThenge ii-Bitcoins Ngoku! ukuze uqale incoko yangoku nomthengisi. Thumela intlawulo kuphela xa umthengisi ekuxelela ukuba wenze njalo uze ngokukhawuleza ucofe ku Phawula njengeBhatelweyo emva kokudlulisela imali ngokusuka kwiakhawunti yakho ye-Apple Pay. Akuyiqinisekisa intlawulo umthengisi, uza kukhululela i-BTC kwi Wolethi yakho ye-Bitcoin yakwa-Paxful .

Nantso ke, uthenge i-BTC nge-Apple Pay! Ngoku ungayisebenzisa ukuhlawulela iisevisi, uku-odola iimveliso, okanye ukuyisebenzisela iinjongo ozicingayo. Ngokuphathelele imibuzo, uluvo, okanye iinkxalabo mayela neplatfom yethu, cofa ku Siqhagamshele ukuze uqhagamshelane neqela lethu lenkxaso yabathengi elizinikeleyo.