Fumana iwalethi yakho ye-bitcoin esimahla nekhuselekileyo
Indlela elula nekhuselekileyo yokuthenga, ukuthengisa, ukuthumela kunye nokugcina i-Bitcoin yakho.
Iwalethi ka-Paxful
ikhuselekile kwaye yindlela elula yokulawula imali yakho. Bhalisa namhlanje ufumanise kutheni iimilyoni zabantu zisithemba.
Fumana iwalethi yakho ye-bitcoin esimahla nekhuselekileyo
Iwalethi ye-Bitcoin onokuyithemba
Abantu abangaphaya kwe-3 milyoni baye basebenzisa iwalethi ka-Paxful ukuze bathumele baze bafumane ngaphezu kwe-40,000 BTC. Iphambili kwiifitsha zokhuseleko eyenza ibe yeyona walethi ithenjwayo emhlabeni — ngoko akuyi kunyanzeleka ukhethe phakathi kokhuseleko nondlela lula.
Iwalethi ka-Paxful iyasebenza, ikhuselekile, kwaye kulula ukuyisebenzisa kuzo zonke izixhobo zakho. Ungazilawula ngokulula iimali zakho kwaye utopape ngqo kwiplatfomu yomhlobo kumhlobo, uze uthumele okanye wamkele iBitcoin, ngokucofa nje okumbalwa
Iinzuzo
Ngaba awukaqiniseki? Siyakufumana. Nazi ezinye zezizathu zokuba kutheni kufuneka ufumane iwalethi kaPaxful.
Ukhuseleko
Kwa-Paxful, siluthatha ngokumandla ukhuseleko lwemali yakho. Ukuqinisekisa okungqongqo kunye neemfuno zephaswedi ziqinisekisa ukuba nguwe kuphela umntu onokufikelela kwimali yakho.
Ububhetyebhetye
Yonwabela inkululeko yeendlela ezingaphezu kwe-300 zokuthenga okanye ukuthengisa iBitcoin yakho. Iplatfomu yethu yomhlobo kumhlobo inxibelelana ngokukhuselekileyo nabucala nabantu bokwenene abanjengawe.
Inkululeko
Fikelela imali yakho ngokukhuselekileyo naphi na, nanini na. Sibulela kumandla e-cloud, awuyi kuphulukana nemali yakho nokuba ulahlekelwe sisixhobo sakho.
Abasebenzisi bethu bayasithanda!
Yiva bathini abantu ngathi.
Njengoko kuboniswe kwi...
Fumana iwalethi yakho yasimahla ye-Bitcoin ngoku!
Dlulisela ngoko nangoko, uze uthenge i-Bitcoin ngaphandle kwamagingxigingxi namhlanje!