Siyakwamkela Kwimali Exhaswa Ngabantu

U-Paxful utshintsha ihlabathi lemali. Ngeminyaka nje emihlanu, siye saba yenye yeeplatfomu ze-bitcoin zomhlobo kumhlobo ezihamba phambili ezisetyenziswa ziimiliyoni ehlabathini jikelele. Ibe asikabiphi..

Thenga uze Uthengise i-Bitcoin ne-Tether ngo-Paxful

Imveliso Yethu

U-Paxful utshintsha indlela ihlabathi eliyihambisa ngayo imali aze akhuthaze ikhriptho - evumela udluliselwano kuye nabani na, naphi na, nanini na.

Awunayo akhawunti yebhanki? Akukho ngxaki. Sineendlela zokubhatala ezingaphezu kwe-300 onokuzikhethela kuzo, nto leyo eyenza kube lula ukuhambisa imali yakho ngendlela othanda ngayo.

Iteknoloji Exhaswa Ngabantu

U-Paxful ngowomhlobo kumhlobo ngokupheleleyo, lonto ithetha ukuba abasebenzisi bethu barhweba nabantu bokwenene—ngokwendlela i-bitcoin eyayenzelwe ukuba isetyenziswe ngayo.

Iwalethi Yasimahla Yekhriptho

Inokuthenjwa, kulula ukuyisebenzisa, kwaye ayinazindleko. Iwalethi yethu yedijithali inika wonke umntu indawo ekhuslekileyo yokugcina ubutyebi bakhe — kungakhathaliseki ukuba ungubani okanye usuka phi.

Ekhuselekileyo

Ukukhuseleka nokhuseleko zezona zinto zibalulekileyo xa kuziwa emalini yakho. Lonke urhwebo oluku-Paxful lukhuselwe yi-escrow yethu ukuze siqiniseke ngoxolo lwengqondo.

Abaqhagamshelwa Beshishini

Ukuba unomba wenkxaso okanye ufuna ukusinika uluvo mayela nendlela esingaziphucula ngayo iimveliso zethu, singathanda ukuva ngakumbi malunga noko . Noko ke, ukuba ufuna ukuqhagamshela u-Paxful mayela neminye imibuzo enxulumene nelinye ishishini, sikwafumaneka nakwamanye amajelo.

Abeendaba Nentengiso

Ncedisa ekusasazeni ivangeli mayela no-Paxful konoondaba nakwezentengiso. Siqhagamshele ngemibuzo yonoondaba ku [email protected] . & Lrm;

i-Bug Bounty

Thank you for your interest in Paxful’s Bug Bounty Program. We are currently reviewing our program for process improvements, and therefore, we are not currently accepting bug reports. Please check back for an updated version in a few weeks. For more information, you may contact us by emailing [email protected].‎

Iiakhawunti Zenkampani

Ukubhalisela iakhawunti yeshishini kumashishini arhweba ku-Paxful, thumela i-imeyile ku [email protected] . Ungafumana ulwazi oluthe kratya apha . & Lrm;

Intengiso kunye neNtsebenziswano

Ukubuza mayela nokuba liqabane. Sazise ukuba unomdla wokusebenzisana nathi ngokusithumelela i-imeyile ku- [email protected] . & Lrm

Joyina u-Paxful
Masakhe ikamva sisonke
Joyina Iphulo Lethu

Yenza iakhawunti yakho yakwa-Paxful uze uziphose kwihlabathi lekhriptho.