Fumana Ikhripto ngo-Paxful

Thenga uze uthengise iikharensi zedijithali ngondlela lula. Fumana i-Paxful akhawunti yakho, qalisa ukwamkela iintlawulo, uze ufumane imali.

Zingaphezu kwe 350 iindlela zokuthenga nokuthengisa i-Bitcoin

Khetha indlela yokubhatala oyithandayo uze urhwebe ngqo nabanye abantu abafana nawe!

Jonga Onke Amaxabiso

U-Paxful kwimidiya

U-Paxful waziwa kakhulu kwiiplatfomu zekhripthokharensi yaye kuye kwathethwa ngaye kakhulu kuninzi lweemagazini ezaziwayo. Eyona njongo yethu inye kukwakha izikolo ezili-100 eAfrika. Bukela ividiyo yethu apha ngezantsi ukuze ufunde mayela nephulo lethu le #builtwithbitcoin.

Yiba ngumthengisi we-Bitcoin ku-Paxful

Yiba ngumthengisi ku-Paxful uze uxhase iimiliyoni zabantu emhlabeni jikelele ngenkululeko yezemali. Bonelela ngeendlela zokubhatala eziliqela ezinokuthandwa ngabathengi, phepha abantu abaphakathi, ibe siza kukunceda ngazo zonke izixhobo nokhokelo oludingayo ukuze uphumelele.

12 000+

Amaxabiso anokuthenjwa

12 000+

Abathengisi abanokuthenjwa

6 000 000+

Abathengi abonwabileyo

Yiba ngumthengisi

Uluvo lwabantu

Iimiliyoni zabantu sele bemsebenzise ngempumelelo u-Paxful kwaye zininzi kakhulu izinto ezintle abanokuzitsho ngathi. Nazi ezinye zezinto ezicingwa ngabasebenzisi bethu ngo-Paxful, ngokwamazwi abo siqu.

Ngo-Paxful ungakwazi

Nyusa inkululeko yakho yezemali uyise kwinqanaba eliphezulu ngo-Paxful.

Thenga i-Bitcoin kwi-intanethi

Buy Bitcoin on Paxful in real time. Trade with other users online using our live chat.

Thengisa i-Bitcoin

Sell your Bitcoin at your chosen rate, and get paid in one of numerous payment methods.

Rhweba nge-escrow ekhuselekileyo

I-Bitcoin yakho igcinwe kwi-escrow yethu ekhuselekileyo de urhwebo lugqitywe ngokuphumelelayo.

Zakhele udumo

Inkqubo yethu yoluvo lwabasebenzisi ikwenza ubone abasebenzisi abanokuthenjwa nabanamava onokurhweba nabo.

Fumana iwalethi yasimahla

Get a life-time free Bitcoin wallet maintained by BitGo, the leading provider of secure Bitcoin wallets.

Fumana umvuzo owongezelelekileyo

Take advantage of our Affiliate Program to create a steady income stream.

Qalisa ukurhweba ku-Paxful

Bhalisa namhlanje ukuze ufumane iwalethi yakho yasimahla yedijithali. Ungaqalisa ngoko nangoko ukuthenga okanye ukuthengisa i-Bitcoin, ngaphandle kamagingxigingxi.

Yenza iakhawunti